Nkosi Thixo ufihliwe
Noko ndikugulelayo
Akubonakalisiwe
Kumi noko ndifunayo
Ndinezoono(Ndinezoono okunene)
Ndinetyala(Ndinetyala phambi kwakho)
Ndandinobumene-mene
Noko(Noko ndandinezwi lakho)
Intliziyo(Intliziyo yamangala)
Yaanekratji(Yaanekratji elikhulu)
Oko wandi (Oko wandibiza ndala)
Ndandizenza (Ndandizenza isithulu)
Ma ungangilahli(Ma ungandilahli mina)
Noko ndenje(Noko ndenje njalo kuwe)
Ndothi nin na (Ndothi ni na ndoyaphi na)
Xa ndilahliweyo nguwe
Taru Nkosi(Taru Nkosi ndikonile)
Bendidela(Bendidela izwi lakho)
Umphefumelo wam uwile
Taru ngobubele bakho
Ma ungangilahli(Ma ungandilahli mina)
Noko ndenje(Noko ndenje njalo kuwe)
Ndothi nin na (Ndothi ni na ndoyaphi na)
Xa ndilahliweyo nguwe