Sinelizwi likaThixo
Kwaye Sinobomi ngalo
Kodwa libubudenge kwabo batshabalalayo
Kodwa lingamandla kuthi
Libubudenge
Kwabatshabalalayo
Likukuphila kuthi
Libubudenge
Kwabatshabalalayo
Likukuphila kuthi
Sinelizwi likaThixo
Libubomi kuthi
Izinto ziyenzeka
Lakuthyilwa ilizwi likaJesu
Libubudenge
Kwabatshabalalayo
Likukuphila kuthi
Libubudenge
Kwabatshabalalayo
Likukuphila kuthi
Sithol'amandla ngalo
Kwaye siyanqoba ngalo
Sithol'amandla ngalo
Kwaye siyanqoba ngalo
Sithol'amandla ngalo
Kwaye siyanqoba ngalo
Sithol'amandla ngalo
Kwaye siyanqoba ngalo
Sithol'amandla ngalo
Kwaye siyanqoba ngalo
Sithol'amandla ngalo
Kwaye siyanqoba ngalo