Yazi lomhlaba siphila kuwo (ngamahla ndenyuka oh oh oh)
Unezi gingqi amayelenqe nemi khinqi
Sizinkedama inkedama zeli lizwe
Singama kheswa elilizwe (oh oh oh yeah)
Kanti wena Nkosi uphendula nini imithandazo Kanti wena Nkosi uphendula nini izicela zam
Kudala ndilindile ndimile
Kudala ndimile ndawonye
Phendula phendula
(Eh yeah eh)
Aw Vula Vuma
Vula Iminyango
Vuma imithandazo
Vula iminyango
Vuma izicelo zam
Vula vuma
Vula vuma
Vula iminyango
Ndiba no mvandedwa
Xa ndishiywa ndishiywa zizihlobo zam
Ndiba no mvandedwa
Xa ndishiywa ndishiywa lu Sapha lwam
Kodwa wawutshilo qamata
Wawutshilo ezwini lakho
Wathi uzoba nam
Wathi uzondi khokhela
Khawuvule khawuvule kaloku
Vula Iminyango
Vuma imithandazo
Vula iminyango
Vuma izicelo zam
Vula vuma
Vula vuma
Vula iminyango
(Vulaaaah Nkosi yam
Vula vula mvelingqangi
Mmmm Vula Simakade
Aw Vula Qamata
Ay yah ah yah ay
Ndiza kuwe
Ndikucenga Nkosi yam
Ndikucela Nkosi yam
Mmmm nantsi imithandazo yam
Nazi izicela zam)